Day: November 26, 2018

Nyamezela Tshabalala

Nyamezela noko kungengo kwakho, oko kugqitha ngendlela belele, behambi ngathi zizthundzela kufihla lomabibi, behlekisa, uyintlekisa nangok! Awzazi? Nyamezela torho. SUKA! Ububakhathalele nganton kakade,bogqibuba ngaBantu bona kqala? Intsusela abayazi, imvelaphi ibingeyoyabo, uyolathwa ubona. (*_*)Lomehlo anothando, noluncumo lugqwesileyo, zinyembezi zeminyaka nemizamo, zintwasa hlobo ezagqithayo. Nyamezela kubi emva, zizithonga. Yophula lomadonga engcizeleko, eliLungelo lelakho. Awubuzwanga ufike njani apha? …

Nyamezela Tshabalala Read More »

Netships

As I flip on the switch, and take a seat, Wait for the unit to boot, My mind wanders, and I smile… I wonder who’s around today? My eyes glance at the time, Get that mental picture of Who will “likely” be online. As I connect to the “net”, I sit with baited enthusiasm, wondering, …

Netships Read More »

Let Us Begin

Let us begin shall we Elevate the frequency Recharge your spirit Gather your life force, chi Clear the mind space. Cleanse the Sahu Clear the sacred ground, all of it is sacred, only polluted. Clear the sacred ground. Raise your energy centres Flow the love energy, Open all the blockages Honour the new space Redefine …

Let Us Begin Read More »

I Feel You

I feel my heart beating and beating and beating… I feel it I feel it raw and unconditional I feel your heart beating and beating and beating… I feel you I feel you real yet disturbed Wanted Needed Loved Hurting Lying Cheated Sweet Cared for I feel all of you I feel you in me …

I Feel You Read More »

Ngenxa Yakho

Ngenxa yakho Zuma ndini Ngenxa yakho sgebenga ndini Ngenxa yakho gwala ndini Ngenxa yakho monashe Ngenxa yakho sikhohlakali ndini Ngenxa yakho wena ungcwele gqitha Ngenxa yakho wena uthakatha gqitha Ngenxa yokungaphili kwakho Ngenxa yogqitha kwesithonga Ngenxa yengcinga ezinzulu Ngenxa yakho mene mene ndini Ngenxa yakho menzi, nawe menziwa Ngenxa yakho wena bani kabani Ngenxa yokungakhathali …

Ngenxa Yakho Read More »

Balwa Singababoni

Balwa singababoni Balwa singababoni abafileyo Abo begazi elichithakeleyo Besebenzisa inthsa isithi “KUBO” Beziphindisela isixhiba kwabo babebacinezele Besithi lamanxeba asarhawuzelela Lamanxeba asenzulu Akulula ukulibala Emveni kwaleminyaka Basathi sikhululekile kulomhlaba woSombawo Ukusukela ekubeni babesigqibela ukuba sihambe siphelelephi Bophuli mveli, intliziyo yesizukulwana sikaPhalo Badala intshaba phakathi kwethu Kwafika ubunyama phezukokuba sibamnyama kade Emveni kwalominyaka Bavula ingcango zokuba abathile …

Balwa Singababoni Read More »